bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Genesis 4
Genesis 4
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 3
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 5 →
1
WADA u‐Adame wazi u‐Eva umfazi wake, owakaulayo, wazala u‐Kayine, wati: Ndizuzile indoda kuyehova.
2
Waza walekela ukuzala umninawe wake u‐Abele. Kekaloku u‐Abele waba ngumalusi wezimvu, koko u‐Kayine ebengumlimi womhlaba.
3
Kwaye kute ekupeleni kwemihla etile, wawuzisa u‐Kayine kwisiqa̔mo somhlaba umnikelo kuyehova.
4
No‐Abele, wazisa naye kwamazibulo ezimvu zake, nakwinqata lazo. Waye uyehova wabuka u‐Abele nomnikelo wake;
5
kanti u‐Kayine nomnikelo wake akambukanga. Waza u‐Kayine waqumba kunene, bati shwa nobuso bake.
6
Wayesiti uyehova ku‐Kayine: Uqumbele nina? bute shwa nganina nobuso bako?
7
Nxa ulungisayo, akuyi kwamkelwa na? nanxa ungalungisiyo, isono silele ngaselucangweni: kwakuya kuba kuwe ukukanuka kwake, uti wena umongame.
8
Wada u‐Kayine wati ku‐Abele umninawe wake: Masiye endle. Kwaye kute bakuba sendle, wandula u‐Kayine wasukela ngakuye u‐Abele umninawe wake, wambulala.
9
Waza uyehova wati ku‐Kayine: Upina u‐Abele umninawe wako? Wayesiti: Andazi: ndingumgcini womninawe wam yinina?
10
Waza wati: Yinto nina oyenzileyo? Ilizwi legazi lake umninawe wako lilila kum kwa semhlabeni.
11
Kaloku uqalekisiwe wena emhlabeni, obuwakama umlomo wawo ukwamkela igazi lomninawe wako esandleni sako.
12
Xeshekweni uwulima umhlaba, awuyi kubuya ukunikele amandla awo: woba lidungadunga nebadubadu emhlabeni.
13
Waza u‐Kayine wati kuyehova: Ityala lam likulu, lide lingabi nakutwalwa.
14
Bona ke, undigxotile namhla ebusweni bomhlaba, ndandiya kufihlelwa nobuso bako: ndoba lidungadunga nebadubadu emhlabeni; kwakuya kuti, osukuba endifumana wondibulala.
15
Wandul’ ukuti uyehova kuye: Ngako oko osukuba ebulala u‐Kayine, kwopindezelwa kuye ngokusixe̔nxe. Waye uyehova wambekela u‐Kayine umqondiso, wokokuba ati osukuba emfumana angambulali.
16
Waza wapuma u‐Kayine ebusweni bukayehova, waya wahlala elizweni le‐Node, ngasempumalanga ye‐Hedeni.
17
Waye u‐Kayine wazi umfazi wake; wada wakaula, wazala u‐Enoki: waza waka isixeko, wabiza igama lesixeko eso ngegama lonyana wake, ngo‐Enoki.
18
Kwaye kuzalelwa u‐Enoki, u‐Hirade; waza u‐Hirade wazala u‐Mehuyaheli; no‐Mehuyaheli wazala u‐Metushaheli; no‐Metushaheli wazala u‐Lameki.
19
Wati u‐Lameki wazizekela abafazi babini: igama lomnye belingu‐Hada, igama lomnye belingu‐Tsila.
20
Waye n‐Hada wazala u‐Yabali: nguye obenguyise wabahlala ezintenteni, nowabafuya inkomo.
21
Igama lomninawe wake belingu‐Yubali: nguye obenguyise wabo bonke abapete iziculiso nezigwaliso.
22
No‐Tsila, kwa naye wazala u‐Tubali‐kayine, umkandi wazo zonke impahla zobedu nesincete: udade ka‐Tubali‐kayine waengu‐Nahama.
23
Wayesiti u‐Lameki kubafazi bake: Hada no‐Tsila! pulapulani ilizwi lam; nina bafazi baka‐Lameki! bekelani ukuteta kwam indlebe; ngokuba indoda ndiyibulele ngenxa yenxeba lam, nendodana ngenxa yomvimbo wam:
24
ukuba u‐Kayine wopindezelelwa ngokusixe̔nxe, kwoba ngokungamashumi asixe̔nxe anesixe̔nxe aya kupindezelelwa u‐Lameki.
25
Wabuya wazi u‐Adame umfazi wake; waza wazala unyana, wambiza ngegama elingu‐Shete: ngokuba utixo, watsho, endimisele enye inzalo esikundleni sika‐Abele, ngokuba u‐Kayine embulele.
26
Naku‐Shete, kwa nakuye kwazalwa unyana; negama lake walibiza ngo‐Enoshe. Kwaqalwa oko ukubiza ngegama likayehova.
← Chapter 3
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 5 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50