bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Genesis 36
Genesis 36
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 35
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 37 →
1
EZI ke zizizizukulwana zika‐Esau, onguye u‐Edome.
2
U‐Esau wazeka abafazi bake ezintombini zase‐Kanane: engu‐Hada, intombi ka‐Eloni um‐Hete; no‐Holibama, intombi ka‐Hana, intombi ka‐Tsibone um‐Hivi;
3
no‐Basemate, intombi ka‐Shimayeli, udade ka‐Nebayoti.
4
Wati u‐Hada wamzalela u‐Esau u‐Elifazi; no‐Basemate wazala u‐Rehule;
5
no‐Holibama wazala u‐Yehushe, no‐Yalame, no‐Kora. Aba bangonyana baka‐Esau, abebezelwe kuye elizweni le‐Kanane.
6
Wada u‐Esau watabata abafazi bake, nonyana bake, nentombi zake, nabo bonke abantu bendlu yake, nenkomo zake, nazo zonke izilo zake, nayo yonke impahla yake abeyiqwebile elizweni le‐Kanane, waya kw elinye ilizwe ngenxa ka‐Yakobi umninawe wake.
7
Ngokuba ubutyebi babo bebubukulu kukuba kuhlalwe ndawonye; laye ilizwe lokupambukela kwabo libe likohliwe kukubatwala, ngetuba lenkomo zabo.
8
Wati ngoko u‐Esau wahlala entabeni ye‐Sehire. U‐Esau unguye u‐Edome.
9
Kekaloku ezi zizizizukulwana zika‐Esau, uyise wama‐Edome entabeni ye‐Sehire.
10
Ngawo la amagama onyana baka‐Esau: ngu‐Elifazi, unyana ka‐Hada, umfazi ka‐Esau; ngu‐Rehule, unyana ka‐Basemate, umfazi ka‐Esau.
11
Onyana baka‐Elifazi bebengu‐Temani, u‐Womare, u‐Tsefo, no‐Gatame, no‐Kenazi.
12
Wabe u‐Timna elishweshwe lika‐Elifazi, unyana ka‐Esau; owamzalela u‐Elifazi u‐Amaleki: aba bangonyana baka‐Hada, umfazi ka‐Esau.
13
Ngaba nonyana baka‐Rehule; ngu‐Nahate, no‐Zera, n o‐Shama, no‐Miza: aba bebengonyana baka‐Basemate, umfazi ka‐Esau.
14
Naba babengonyana baka‐Holibama, intombi ka‐Hana, intombi ka‐Tsibone, umfazi ka‐Esau; wamzalela u‐Esau u‐Yehushe, no‐Yalame, no‐Kora.
15
Ezi ke zinkosana zivela konyana baka‐Esau: kubo onyana baka‐Elifazi, owamazibulo ka‐Esau; inkosana engu‐Temani, inkosana engu‐Womare, inkosana engu‐Tsefo, inkosana engu‐Kenazi,
16
inkosana engu‐Kora, inkosana engu‐Gatame, inkosana engu‐Amaleki: aba bazinkosana zivela kuye u‐Elifazi elizweni le‐Edome; aba bangonyana baka‐Hada.
17
Naba bangonyana baka‐Rehule, unyana ka‐Esau; inkosana engu‐Nahate, inkosana engu‐Zera, inkosana engu‐Shama, inkosana engu‐Miza: aba bazinkosana zivela kuye u‐Rehule elizweni le‐Edome; aba bangonyana baka‐Basemate, umfazi ka‐Esau.
18
Naba bangonyana baka‐Holibama, umfazi ka‐Esau; inkosana engu‐Yehushe, inkosana engu‐Yalame, inkosana engu‐Kora: aba bazinkosana zivela kuye u‐Holibama, intombi ka‐Hana, umfazi ka‐Esau.
19
Aba ke bangonyana baka‐Esau, naba bazinkosana zivela kubo: ngu‐Edome lowo.
20
Aba bangonyana baka‐Sehire um‐Hori, abemayo elozwe; u‐Lotane, no‐Shobali, no‐Tsibone, no‐Hana,
21
no‐Dishone, no‐Etsere, no‐Dishane: aba bazinkosana zama‐Hori, onyana baka‐Sehire, elizweni le‐Edome.
22
Nonyana baka‐Lotane babengu‐Hori, no‐Hemame: nodade ka‐Lotane ngu‐Timna.
23
Naba bangonyana baka‐Shobali; u‐Alevane, no‐Manahate, no‐Hebali, n o‐Shefo, no‐Oname.
24
Naba bangonyana baka‐Tsibone; u‐Aya, no‐Hana: nguye u‐Hana lo owafumana imitombo eshushu entlango, nxa abesalusa amaqwaṙashe ka‐Tsibone uyise.
25
Naba bangonyana baka‐Hana: u‐Dishone: no‐Holibama uyintombi ka‐Hana.
26
Naba bangonyana baka‐Dishone; u‐Hemdane, no‐Shebane, no‐Yiterane, no‐Kerane.
27
Ngaba onyana baka‐Etsere; u‐Bilehane, no‐Zavane, no‐Hakane.
28
Ngaba onyana baka‐Dishane; u‐Hutse, no‐Arane.
29
Ezi ke zinkosana zama‐Hori; inkosana engu‐Lotane, inkosana engu‐Shobali, inkosana engu‐Tsibone, inkosana engu‐Hana,
30
inkosana engu‐Dishone, inkosana engu‐Etsere, inkosana engu‐Dishane: aba bazinkosana zama‐Hori, pakati kwenkosana zawo elizweni le‐Sehire.
31
Naba bangokumkani abapata ubukosi elizweni le‐Edome, kungekabiko ukumkani opata ubukosi pezu kwosapo luka‐Sirayeli.
32
Waba ngukumkani e‐Edome u‐Bela, unyana ka‐Behori; negama lesixeko sake laliyi‐Dinaba.
33
Wada wafa u‐Bela, waza waba ngukumkani esikundleni sake u‐Jobabe, unyana ka‐Zera, owase‐Botsera.
34
Wafa u‐Jobabe, waza waba ngukumkani esikundleni sake u‐Hushame, owasezweni lama‐Temani.
35
Wafa u‐Hushame, waza waba ngukumkani esikundleni sake u‐Hadade, unyana ka‐Bedade, owabeta ama‐Midiyane ezindleni zakwa‐Mowabi; negama lesixeko sake laliyi‐Haviti.
36
Wafa u‐Hadade, waza waba ngukumkani esikundleni sake u‐Samla, owase‐Masereka.
37
Wafa u‐Samla, waza waba ngukumkani esikundleni sake u‐Saule, owase‐Rehobote ngasemlanjeni.
38
Wafa u‐Saule, waza waba ngukumkani esikundleni sake u‐Balihanane, unyana ka‐Kabore.
39
Wafa u‐Balihanane, unyana ka‐Kabore, waza waba ngukumkani esikundleni sake u‐Hadare; negama lesixeko sake laliyi‐Pahu; negama lomfazi wake lalingu‐Mehetabele, intombi ka‐Materede, intombi ka‐Mezahabi.
40
Ngawo la namagama enkosana zivela kuye u‐Esau, ngezizalwane zazo, ngendawo zazo, ngamagama azo; inkosana engu‐Timna, inkosana engu‐Aleva, inkosana engu‐Yetete,
41
inkosana engu‐Holibama, inkosana engu‐Ela, inkosana engu‐Pinone,
42
inkosana engu‐Kenazi, inkosana engu‐Temani, inkosana engu‐Mibitsare,
43
inkosana engu‐Magidele, inkosana engu‐Hirame: aba bazinkosana zama‐Edome, ngendawo zabo zokuhlala elizweni lokufuya kwabo: ngu‐Esau lo, uyise wama‐Edome.
← Chapter 35
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 37 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50