bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Genesis 14
Genesis 14
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 13
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 15 →
1
KWAYE kute emihleni ka‐Amrafele ukumkani we‐Shinare, n o‐Ariyoke ukumkani we‐Elasare, n o‐Fedorelahomere ukumkani we‐Helami, n o‐Tidali ukumkani wezizwe;
2
benza imfazwe bona ngakuye u‐Bera ukumkani we‐Sodome, nangakuye u‐Biresha ukumkani we‐Gomora, n o‐Shinabe ukumkani we‐Adema, no‐Shemebere ukumkani we‐Tseboyime, nokumkani we‐Bela, ekwa yiyo i‐Tsohare.
3
Bonke aba bahlanganisana emhlanjeni we‐Sidime, olulo ulwandle olutyuwa.
4
Babekonzile ku‐Kedorelahomere iminyaka yalishumi linamibini; kodwa ngoweshumi linesitatu umnyaka bavukela ngakuye.
5
Kwaza kwati, ngomnyaka weshumi elinesine, weza u‐Kedorelahomere, kwa nokumkani ababenaye, babeta ama‐Rafa e‐Hashetarote‐kanayime, nama‐Zuzi e‐Hame, nama‐Eyime e‐Shave‐kiriyatayime,
6
nama‐Hori entabeni yawo ye‐Sehire, kwada kwase‐Eliparane, engasentlango.
7
Bandula babuya, beza kutika e‐Hene‐mishepati, ekwa yiyo i‐Kadeshe, babeta lonke ilizwe lama‐Amaleki, kwa naba‐Amori, abo bahlala e‐Hatsetsone‐tamare.
8
Kwaza kwapuma ukumkani we‐Sodome, nokumkani we‐Gomora, nokumkani we‐Adema, nokumkani we‐Tseboyime, nokumkani we‐Bela, ekwa yiyo i‐Tsohare: baye belungisa ukulwa nabo emhlanjeni we‐Sidime;
9
kwa naye u‐Kedorelahomere ukumkani we‐Helami, no‐Tidali ukumkani wezizwe, no‐Amrafele ukumkani we‐Shinare, no‐Ariyoke ukumkani we‐Elasare; okumkani abahlanu besilwa nabane.
10
Kekaloku umhlambo we‐Sidime ubuneminxuma ngeminxuma yodaka: kwesaba ukumkani we‐Sodome nowe‐Gomora, benzakala kona: bati abaseleyo besabela entabeni.
11
Baza basusa yonke impahla yase‐Sodome ne‐Gomora, nako konke ukutya kwabo, bemka ke.
12
Bamsusa no‐Lote, unyana womkuluwe ka‐Abrame, nempahla yake, baza bemka: ngokuba ebehlala yena e‐Sodome.
13
Waza wafika osindileyo, washumayela ku‐Abrame um‐Hebere; ngokuba ebemi yena ngasesiyekeni sika‐Mamre um‐Amori, umkuluwe ka‐Shekole, nomkuluwe ka‐Hanere; aba bebengabatelelani baka‐Abrame.
14
Wati akuba evile u‐Abrame okokuba umzalwana wake utinjiwe, wapuma n ezicaka zake eziqelisiweyo, zizelwe endlwini yake, zingamakulu matatu aneshumi linesibozo, wabaputuma kude kwase‐Dane.
15
Waza wahlukahluka ngakubo ngobusuku, yena nezicaka zake, wababeta; waye ebaputuma kwada kwase‐Hoba, engasekohlo kwe‐Damakusi.
16
Wabuyisa yonke impahla, no‐Lote umzalwana wake wambuyisa naye, nempahla yake, kwa nabafazi, nabantu.
17
Wandula wapuma ukumkani we‐Sodome ukuya kumkaulela, emveni kwokubuya kwake ekubetweni kuka‐Kedorelahomere, nokwokumkani ababenaye, emhlanjeni we‐Shave, okwa nguwo umhlambo wokumkani.
18
Wati no‐Makizedeki, ukumkani we‐Saleme, wapuma nesonka neveyine; waye yena ebengumperisite katixo opezu konke.
19
Waza wamtamsanqela, wati: Makatanyusanqelwe u‐Abrame ngutixo opezu konke, ofuya izulu nomhlaba!
20
Makabongwe notixo opezu konke, oyekelele intshaba zako esandleni sako! Waza wamnika isishumi sako konke.
21
Wayesiti ukumkani we‐Sodome kuye u‐Abrame: Ndinike mna iziqu, uze wena uzitabatele impahla.
22
Wati kodwa u‐Abrame kukumkani we‐Sodome: Isandla sam ndisipakamisele kuyehova, kutixo opezu konke, ofuya izulu nomhlaba,
23
okokuba andiyi kutabata kwa kulo usinga kude kube liṙwintsela lesihlangu, nokuba andiyi kutabata nanye into eyeyako, ukuze ungatsho ukuti: Ndim owamtyebisayo u‐Abrame.
24
Okwam, makube koko bakutyileyo abafana kupela, nesahlulelwa salamadoda abehamba nam, u‐Hanere, u‐Shekole, no‐Mamre; mabatabate bona isahlulelwa sabo.
← Chapter 13
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 15 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50