bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Genesis 20
Genesis 20
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 19
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 21 →
1
WEMKA apo u‐Abrahame waya ngasezweni lasesuyide, wema pakati kwe‐Kadeshe ne‐Shure; waza wapambukela e‐Gerari.
2
Wabetshilo u‐Abrahame ngaye u‐Sara umfazi wake ukuti: Ngudade wam yena; ngako watuma u‐Abimeleki, ukumkani we‐Gerari, wamsusa u‐Sara.
3
Kanti weza utixo ku‐Abimeleki ngepupa ebusuku, wati kuye: Bona ke, ungofileyo ngenxa yalomfazi umsusileyo, ngokuba yena selendile endodeni.
4
Kodwa u‐Abimeleki ebengasondelanga kuye: waza wati: Nkosi! isizwe esilungileyo woka usibulale kusinina?
5
Akatshongo na ukuti kum: Ngudade wam? naye, wabe kwa yena esiti: Ngumkuluwe wam: kungolungelelwano lwentliziyo yam nangobumsulwa bezandla zam endikwenzile oku.
6
Waza utixo wati kuye epupeni: Nam ndiyakwazi ukuba kungolungelelwano lwentliziyo yako ukwenzile oku; ngokuba kanjalo ndikunqandile ekwoneni ngakum; kukona ndingakuvumelanga ukuba umcukumise.
7
Uze uti kaloku ubuyise umfazi walendoda, ngokuba ingumprofite yona, yaiya kukutandazela, ukuze upile; kodwa ukuba akumbuyisi, yazi okokuba uya kufa ngokufa, kwa wena, nako konke unako.
8
Wayevuka u‐Abimeleki kwa kusasa, wabiza zonke izicaka zake, wateta onke lamazwi ezindlebeni zazo. Ati amadoda lawo oyika kakulu.
9
Waza u‐Abimeleki wambiza u‐Abrahame, wati kuye: Yinto nina uyenzileyo kuti? kanjalo yinto nina endikwonile ngayo, ukuba uzisile pezu kwam napezu kwobukumkani bam ityala elikulu kangaka? izenzo ezinga zingenziwe uzenzile kum.
10
Walekela u‐Abimeleki ukuti ku‐Abrahame: Ububona nto nina, ukuba wayenza lento?
11
Waza wati u‐Abrahame: Bekungokuba bendisiti: Okunene akuko ukwoyikwa kukatixo kulendawo; sebeya kundibulala ngenxa yomfazi wam.
12
Kanti unguye nodade wam ngenyaniso; uyintombi kabawo, kodwa akayiyo intombi kama̔; wada waba ngumfazi wam.
13
Kwaza kwati, okuya utixo wandibangazisayo endlwini kabawo, kendati kuye: Obu bubububele uya kundenzela bona: kuzo zonke indawo esiya kufika kona, uti ngam: Ngumkuluwe wam yena.
14
Wandula u‐Abimeleki watabata izimvu, nenkabi, nezicaka, nezicakakazi, wazinika ku‐Abrahame, wambuyisela kuye no‐Sara umfazi wake.
15
Wayesiti u‐Abimeleki: Nangu umhlaba wam usebusweni bako; hlala apo kulungile emehlweni ako ukuba uhlale kona.
16
Wati nakuye u‐Sara: Bona ke, ndimnikile umkuluwe wako iwaka leshekele zesilivere; bona ke, usisigubungelo samehlo kuwe, kubo bonke abakunye nawe, nakunye nabanye bonke: bekunjalo ukwohlwaywa kwake.
17
Waza u‐Abrahame watandaza kutixo; waye utixo wapilisa u‐Abimeleki, nomfazi wake, nezicakakazi zake; bada bazala.
18
Ngokuba uyehova ebegqibele ukuzivingca zonke izizalo zabendlu ka‐Abimeleki, ngenxa ka‐Sara umfazi ka‐Abrahame.
← Chapter 19
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 21 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50