bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Genesis 35
Genesis 35
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 34
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 36 →
1
WADA wati utixo ku‐Yakobi: Suka, unyukele e‐Betele, uhlale kona; uze wenze kona isibingelo kutixo, lowo ubebonakala kuwe ekusabeni kwako ebusweni buka‐Esau umkuluwe wako.
2
Waza u‐Yakobi wati kwabendlu yake, nakubo bonke ababenaye: Kwelelisani otixo basemzini abapakati kwenu, nizicokise, niguqule izivato zenu;
3
sisuke ke, sinyukele e‐Betele; ndandiya kusenza kona isibingelo kutixo, lowo ubendipendula ngomhla wobunzima bam, wayeko nam endleleni bendihamba ngayo.
4
Baza banikela u‐Yakobi bonke otixo basemzini abasesandleni sabo, nawo amacici abekuzo indlebe zabo; owati u‐Yakobi waziselela ngapantsi kwawo umkoba okufupi ne‐Shekeme.
5
Kwandul’ ukunduluka ke; saye sibako isoyikiso sikatixo pezu kwezixeko ezibangqongayo, baza abantu bazo abaputuma emva kwabo onyana baka‐Yakobi.
6
Wada wafika u‐Yakobi e‐Luze, esezweni le‐Kanane, ekwa yiyo i‐Betele, yena nabo bonke abantu ababenaye.
7
Waza waka kona isibingelo, wabiza indawo leyo ngokuti yi‐Ele‐betele; ngokuba bekukona utixo watyileka kuye, akusaba ebusweni bomkuluwe wake.
8
Kuloko wabubayo u‐Debora, umondlikazi ka‐Rebeka, wancw̔atywa ngasezantsi kwe‐Betele, pantsi kwayo iyeke, egama walibizayo nge‐Alone‐bakute.
9
Wabuya wabonakala utixo ku‐Yakobi, akuba ebevele e‐Padane‐arame, wamtamsanqela.
10
Wayesiti utixo kuye: Igama lako ngu‐Yakobi; alisayi kuba sabizwa igama lako ngo‐Yakobi, koko loba ngu‐Sirayeli igama lako; waza wambiza ngegama elingu‐Sirayeli.
11
Wati utixo kuye: Mna ndi ngutixo onamandla onke; cuma, wande nokwanda; isizwe, kwa nomhlambi wezizwe uya kuvela kuwe, nokumkani baya kupuma esinqeni sako;
12
nelilizwe endalinika ku‐Abrahame naku‐Yisake, ndolinika kuwe; nenzalo yako emva kwako ndiya kunika elilizwe nakuyo.
13
Waza utixo wenyuka kuye, kwa kulondawo apo abetetile naye kona.
14
Wandula u‐Yakobi wamisa isimo sokukumbuza endaweni apo abetetile naye kona, isimo sokukumbuza samatye; watulula pezu kwaso umnikelo wokusela, wagalela pezu kwaso neoli.
15
Waye u‐Yakobi wabiza igama lalondawo, apo utixo ebetetile naye kona, nge‐Betele.
16
Bada banduluka e‐Betele: kwaye kuseko indawana yomhlaba ukuba kufikwe e‐Eferata; wandula wazala u‐Rakele, okwakunzima kuye ekuzaleni kwake.
17
Kwaza kwati, kwakuba kunzima kuye ekuzaleni kwake, umzalisikazi wati kuye: Ungoyiki, ngokuba nalonyana uya kuba naye.
18
Kwaza kwati, ekupumeni kwompefumlo wake, (ngokuba wafayo,) wambiza ngegama elingu‐Benoni; kanti uyise wambiza ngegama elingu‐Benjamine.
19
Wafa njalo u‐Rakele, wancw̔atywa endleleni yase‐Eferata, ekwa yiyo i‐Beteleheme.
20
Waye u‐Yakobi wamisa isimo sokukumbuza pezu kwencw̔aba lake: eso sisimo sokukumbuza sencw̔aba lika‐Rakele kude kube yimini yanamhla.
21
Wasuka wahamba u‐Sirayeli, wayolula intente yake ele kwe‐Migidale‐hedere.
22
Kwaye kute, nxa u‐Sirayeli abehlala kwelozwe, waya u‐Rubene walala no‐Bileha, ishweshwe likayise: weva ke u‐Sirayeli. KEKALOKU onyana baka‐Yakobi bebelishumi elinababini.
23
Onyana baka‐Leya; ngowamazibulo ka‐Yakobi u‐Rubene, no‐Simone, no‐Levi, no‐Juda, no‐Yisakare, no‐Zebulone.
24
Onyana baka‐Rakele; ngu‐Josefe, no‐Benjamine.
25
Nonyana baka‐Bileha, ikobokakazi lika‐Rakele; ngu‐Dane, no‐Nefatali.
26
Nonyana baka‐Zilipa, ikobokakazi lika‐Leya; ngu‐Gadi, no‐Ashere. Aba bangonyana baka‐Yakobi, abebezelwe kuye e‐Padane‐arame.
27
Wada u‐Yakobi weza ku‐Yisake uyise e‐Mamre, e‐Kiriyate‐areba, ekwa yiyo i‐Hebrone, apo babepambukele kona u‐Abrahame no‐Yisake.
28
Kekaloku imihla ka‐Yisake ibiyelikulu linamashumi asibozo iminyaka.
29
Wada wapuma umpefumlo u‐Yisake, wafa, wabutelwa ebantwini bake, emdala, ezele yimihla; baza onyana bake u‐Esau no‐Yakobi bamncw̔aba.
← Chapter 34
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 36 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50