bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Genesis 6
Genesis 6
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 5
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 7 →
1
KWAYE kute, bakuba abantu sebeqalile ukwanda pezu kwomhlaba, nokuba babezalelwe intombi,
2
bandula onyana bakatixo babona intombi zabantu ukuba zintle, bazizekela abafazi kuzo zonke abaziqashayo.
3
Waza wati uyehova: U‐Moya wam akayi kumana epikisana nomntu ngonapakade, kwa sekubeni eyinyama yena; kodwa imihla yake yoba yiminyaka ibe likulu elinamashumi mabini.
4
Yabiko imindondosholo emhlabeni ngezontsuku; nakanjako emveni kwoko, xeshekweni onyana bakatixo bangena kuzo intombi zabantu, zaza zazala abantwana kubo: abati bona baba ngamaṙoti abengawakudala, amadoda adumileyo.
5
Waye utixo wabona ukuba inkohlakalo yabantu inkulu emhlabeni, nokuba konke ukucinga kwenkumbulo zentliziyo zabo kukohlakele kodwa imihla yonke.
6
Waza wanosizi uyehova ukuba ebenzile umntu emhlabeni, kwaye kububuhlungu kuye entliziyweni yake.
7
Wandula wati uyehova: Umntu, lowo endimdalileyo, ndiya kumcita ebusweni bomhlaba; kwa umntu, nenkomo, nesinambuzane, nentaka zezulu; ngokuba kulusizi kum ukuba ndizenzile.
8
Kuloko u‐Nowa wafumana ufefe emehlweni kayehova.
9
EZI zizizizukulwana zika‐Nowa. U‐Nowa ebeyindoda elungileyo, efezekile ezizukulwaneni zake: wahamba notixo u‐Nowa lowo.
10
Wayezala u‐Nowa onyana babatatu, u‐Sheme, u‐Hame, no‐Jafete.
11
Waube umhlaba wonakele ebusweni bukatixo; wabuzele umhlaba bubudlwengu.
12
Waza utixo wakangela umhlaba; bona ke, wawonakele; ngokuba uluntu lonke lube lwonakalisile indlela yalo pezu kwomhlaba.
13
Ngako wati utixo ku‐Nowa: Ukupela kwoluntu lonke kufikile pambi kwam; ngokuba umhlaba uzele bubudlwengu ngalo: kanjalo, bona ke, ndiya kulutshabalalisa kunye nomhlaba.
14
Zenzele wena inqanawa ngemiti yego?-?iere; izindlu uya kuzenza enqanaweni, uze uyiqabe pakati nangapandle ngetywina.
15
Kungokunje uya kuyenza: Zoba zikubite ezingamakulu matatu ubude benqanawa, n ekubite ezingamashumi mahlanu ububanzi bayo, nekubite ezingamashumi matatu ubupakamo bayo.
16
Ifenstile uya kuyenzela inqanawa leyo: kungekubite inye uya kuyigqiba pezulu; nocango lwenqanawa uya kulubeka ecaleni layo; uya kuyenza ineyasezantsi, neyesibini, neyesitatu indawo.
17
Ngokuba mna, bona ke, ndiza kwa mna ukuzisa umsingakazi wamanzi pezu kwomhlaba, kuze kutshatyalaliswe inyama yonke, ekukuyo umpefumlo wobomi, kwa pantsi kwezulu; konke okusemhlabeni kuya kububa.
18
Ndiya kumisa kodwa ucebano lwam nawe; wauya kungena enqanaweni wena, nonyana bako, nomfazi wako, nabafazi bonyana bako kunye nawe.
19
Nakuzo zonke izinto ezinokudliwa kwobomi, kwinyama yonke, uya kungenisa ngambini kuzo zonke intlobo, zize zipiliswe kuwe: yoba yinkunzi nemazi.
20
Kwintaka ngemmilo yazo, nakwinkomo ngemmilo yazo, nakuzo zonke izinambuzane zomhlaba ngemmilo yazo, kwoba zimbini kuzo zonke ngezinye eziya kungena kuwe, ukuba kupiliswe.
21
Uze wena uzitabatele kuko konke ukutya okutyiwayo, ukubutele kuwe; kwakuya kuba kukutya kuwe nakuzo.
22
Wenje njalo u‐Nowa; njengoko konke abemyalele ngako Utixo, wenza kwa ngokunjalo.
← Chapter 5
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 7 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50