bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Genesis 16
Genesis 16
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 15
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 17 →
1
KEKALOKU u‐Sarai, umfazi ka‐Abrame, akamzalelanga abantwana: waenekobokakazi, um‐Jipetekazi, eligama lingu‐Hagare.
2
Wayesiti u‐Sarai ku‐Abrame: Bona ke, uyehova undibambile ekuzaleni; uz’ uti ngoko ungene kwikobokakazi lam: ndinga ndiya kuzuza abantwana ngalo, wapulapula u‐Abrame elizwini lika‐Sarai.
3
Waza u‐Sarai, umfazi ka‐Abrame, wamtabata u‐Hagare um‐Jipetekazi, ikobokakazi lake, emvenikweni wabehleli u‐Abrame iminyaka yalishumi ezweni le‐Kanane, wamnika ku‐Abrame indoda yake, ukuba abe ngumfazi wake.
4
Wandula wangena ku‐Hagare, owakaulayo. Kekaloku akubona ukuba ukaulile, inkosikazi yake yadeleka emehlweni ake.
5
Waza u‐Sarai wati ku‐Abrame: Ukwoniwa kwam kube pezu kwako! ikobokakazi lam ndilinikile esifubeni sako; kekaloku lakubona ukuba likaulile, ndadeleka emehlweni alo; makagwebe uyehova pakati kwam nawe.
6
Wayesiti u‐Abrame ku‐Sarai: Bona ke, ikobokakazi lako lisesandleni sako; yenza kulo ngokulungileyo emehlweni ako. Waza u‐Sarai walibandezela, lada lesaba ebusweni bake.
7
Yalifumana ingelosi kayehova ngasemtonjeni wamanzi entlango, ngasemtonjeni osendleleni yase‐Shure.
8
Eyati: Hagare, kobokakazi lika‐Sarai! uvela pina? woya ngapina kanjalo? Wati: Ndisabile ebusweni buka‐Sarai inkosikazi yam.
9
Yaza yati ingelosi kayehova kuye: Buyela kwinkosikazi yako, uzitobise ngapantsi kwezandla zayo.
10
Yati ingelosi kayehova kuye kanjako: Ndiya kwandisa inzalo yako ngokuyandisa kakulu, ide ingabi nakubalwa ngenxa yokuba ninzi kwayo.
11
Yalekela ingelosi kayehova yati kuye: Bona ke, use umiti, wauya kuzala unyana, ubize igama lake ngo‐Shimayeli, ngokokuba evile uyehova imbandezelwa yako.
12
Woba yena engumntu obuqwaṙaṙa; isandla sake soba ngakubo abantu bonke, nesandla sabantu bonke soba ngakuye; waeya kuma ngasebusweni babo bonke abazalwana bake.
13
Waye elibiza igama likayehova owateta naye ngokuti: Wena Tixo wesibonakalo! ngokuba ebesiti: Ndisabona na kwa lapa emveni kwesibonakalo?
14
Kukona bekubizwa eloqula ngokuti yi‐Bere‐lahairoi; nanguya pakati kwe‐Kadeshe ne‐Beredi.
15
Waza u‐Hagare wamzalela u‐Abrame unyana; wati u‐Abrame wabiza igama lonyana wake, lo ubemzele u‐Hagare, ngo‐Shimayeli.
16
Waye u‐Abrame wayiminyaka engamashumi asibozo enesitandatu ubudala bake, nxa u‐Hagare wamzalela u‐Abrame u‐Shimayeli lowo.
← Chapter 15
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 17 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50