bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Genesis 37
Genesis 37
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 36
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 38 →
1
KEKALOKU u‐Yakobi wahlala elizweni lokupambukela kwoyise, elizweni le‐Kanane.
2
Ezi ke zizizizukulwana zika‐Yakobi. U‐Josefe, eyiminyaka ilishumi linesixe̔nxe ubudala bake, ebesalusa igusha kunye nabakuluwe bake; waye umfana lo wanabo onyana baka‐Bileha nonyana baka‐Zilipa, abafazi boyise: waza wazisa u‐Josefe amaṙeto amabi ngabo kuye uyise wabo.
3
Waye u‐Sirayeli watanda u‐Josefe ngapezu kwabo bonke onyana bake, ngokuba ebengunyana wobuxego bake; wayemenzele ingubo yamabala ngamabala.
4
Baza abakuluwe bake, bakubona ukuba uyise wabo uyamtanda ngapezu kwabo bonke abakuluwe bake, bamzonda, bakohlwa nakukuteta naye ngoxolo.
5
Waye u‐Josefe wapupa ipupa, walixela kubakuluwe bake; baza bongezelela ukumzonda ngakumbi.
6
Wayesiti kubo: Kanipulapule elipupa endilipupileyo.
7
Kekaloku bona ke, sibe sibopa izitungu pakati kwentsimi; kanjalo bona ke, sesuka isitungu sam, sapakama nokupakama; kanjako bona ke, izitungu zenu zema ngokungqonga, zatoba pantsi pambi kwesitungu sam.
8
Bati kuye abakuluwe bake: Uya kupata amandla pezu kwetu ngenene na? woba nobukosi pezu kwetu ngenene na? Baza bongezelela ukumzonda ngakumbi, ngenxa yamapupa ake, nangenxa yamazwi ake.
9
Wabuya wapupa nelinye ipupa, wabalisa kwa lona kubakuluwe bake; wati: Bona ke, ndipupile ipupa kanjako; kekaloku bona ke, ilanga, nenyanga, nenkwenkwezi zilishumi elinanye, zatoba pantsi pambi kwam.
10
Wati akuba ebalisele uyise nabakuluwe bake, wandula uyise wamkalimela, wati kuye: Yinto nina elipupa ulipupileyo? Size ngenyaniso na, mna, nonyoko, nabakuluwe bako, sitobe pantsi pambi kwako ngasemhlabeni?
11
Baye benomona ngakuye abakuluwe bake; kanti uyise wagqala isiteto eso.
12
Basuka abakuluwe bake baya kwalusa igusha zoyise e‐Shekeme.
13
Waza u‐Sirayeli wati ku‐Josefe: Abakuluwe bako abalusi e‐Shekeme na? Yiza, ndikutume kubo. Wayesiti: Nanku, ndi lapa.
14
Wandul’ ukuti kuye: Zuye ukangele ukupila kwabakuluwe bako, nokupila kwegusha, ukuba kunjanina, ubuye uze kum nelizwi. Waza wamsusa emhlanjeni wase‐Hebrone, wada wafika e‐Shekeme.
15
Yaza yafumanana naye indoda: ngokuba, bona ke, ebedungudela ezindle; yambuza indoda leyo ngokuti: Ufuna nto nina?
16
Wayesiti: Ndifuna abakuluwe bam; zundityele ke apo balusa kona.
17
Yati indoda: Bandulukile apa; ngokuba kendeva besiti: Masiye e‐Dotane. Waza u‐Josefe waputuma abakuluwe bake, wabafumana e‐Dotane.
18
Bati bakumbona esekude, kwa engekasondeli kubo, bamceba ukuba bamfise.
19
Baye besiti omnye kwomnye: Nanku lompupi esiza!
20
Yizani ke kaloku, size simbulale, simpose kwomnye waleminxuma; sasiya kuti: Udliwe liṙamncwa; sandule sibone ukuba oba yinto nina amapupa ake.
21
Koko wevayo u‐Rubene, wamhlangula ezandleni zabo; wati: Masingambulali ubomi.
22
Walekela u‐Rubene ukuti kubo: Ningapalazi igazi; mposeni kulomnxuma osentlango, ningabeki isandla pezu kwake. Watsho ngokunga angamhlangula ezandleni zabo, ukuze ambuyisele kuyise.
23
Kwaza kwati, nxa abefikile u‐Josefe kubakuluwe bake, bandula bamhluba u‐Josefe ingubo yake, ingubo yamabala ngamabala ebikuye;
24
bamtabata, bamposa emnxunyeni: koko umnxuma ubuzé, engeko manzi kuwo.
25
Baya bahlala pantsi ukutya isonka; baza bapakamisa amehlo abo, bakangela; kekaloku nali iqela lama‐Shimayeli livela e‐Gileyadi, nenkamela zawo zitwele inekote, netsori, nelote, ehamba ukuya kuzihlisela e‐Jipete.
26
Waza u‐Juda wati kubazalwana bake: Kwonceda nto nina, ukuba sibulale umninawe wetu, sifihle negazi lake?
27
Yizani, size simtengise kuma‐Shimayeli, siti esetu isandla singabi pezu kwake; ngokuba engumninawe wetu, eyinyama yetu. Baye be m pulapula abazalwana bake.
28
Kwandu ukudlula ama‐Midiyane, engabatengi; baza bar̔ola banyusa u‐Josefe emnxunyeni, bamtengisa u‐Josefe kuma‐Shimayeli lawo nge shekele zesilivere ezimashumi; mabini; ati wona amsa u‐Josefe e‐Jipete.
29
Kekaloku akuba u‐Rubene ebuyele kuwo umnxuma, bona ke, wayengeko u‐Josefe emnxunyeni; waza waṙazula izivato zake.
30
Wasuka wabuyela kubaninawe bake, wati: Umfana akako; nam ke, ndoya ngapina?
31
Baza batabata ingubo ka‐Josefe, baxe̔la itakane lebokwe, bayifaka ingubo egazini.
32
Bandula ukutuma ingubo yamabala ngamabala, bayisa kuyise, bati: Le siyifumene; kaunakane ukuba iyingubo yonyana wako na, asi yiyo kusinina.
33
Wayinakana, wati: Yingubo yonyana wam; udliwe liṙamncwa; ngenyaniso uqwengiwe u‐Josefe.
34
Waza u‐Yakobi waṙazula izivato zake, wabeka intlakantlaka esinqeni sake, walilela unyana wake imihla yamininzi.
35
Bandula besuka bonke onyana bake, nazo zonke intombi zake, ukuza kumku̔za; koko walayo ukuku̔zeka; wayesiti: Ngokuba ndiya kuhla ndilila nje ukuya kunyana wam encw̔abeni. Wamlilela njalo ke uyise.
36
Ati ama‐Midiyane amsa e‐Jipete amtengisa ku‐Potifare, umbusi ka‐Faro, inkosi yomlisela.
← Chapter 36
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 38 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50