bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Genesis 50
Genesis 50
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 49
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
1
Waza u‐Josefe wawela ubuso boyise, walila pezu kwake, wamanga.
2
Wayeyalela u‐Josefe izicaka zake incibi zamayeza, ukuba zimnyange uyise; zaza incibi zamayeza zamnyanga u‐Sirayeli.
3
Kwamzalisekiselwa imihla yamashumi mane; ngokuba bekunjalo ukuzalisekiswa kwemihla yabanyangwayo: aye ama‐Jipete amlilela imihla yamashumi asixe̔nxe.
4
Kwati kwakuba kudlulile imihla yokulilelwa kwake, wandula wateta u‐Josefe kwabendlu ka‐Faro, esiti: Ukuba ndike ndafumana ufefe emehlweni enu, zenitete ezindlebeni zika‐Faro, nisiti:
5
Ubawo wandifungisa, esiti: Bona ke, ndiza kububa; encw̔abeni lam endizimbele lona elizweni le‐Kanane, kwa kona apo uya kundincw̔aba. Kaloku makendinyuke ukuya kumncw̔aba ubawo, ndandule ukubuya.
6
Wati u‐Faro: Nyuka, uye umncw̔abe uyihlo, njengokukufungisa kwake.
7
Waza wenyuka u‐Josefe ukuya kumncw̔aba uyise: kwenyuka naye zonke izicaka zika‐Faro, abadala bendlu yake, nabo bonke abadala belizwe le‐Jipete;
8
kwa nayo yonke indlu ka‐Josefe, nabazalwana bake, nendlu kayise: kupela intsatshana zabo, negusha zabo, nenkomo zabo, bazishiya elizweni le‐Goshene.
9
Kwaye kunyuka naye nenqwelo nabakweli bamahashe; lalilibandla elikulu kakulu.
10
Bada bafika esibayeni sokubula sika‐Atade, esipesheya kwe‐Yoredane; baza balila kona ngesililo esikulu nesinzima kunene; wayemenzela uyise isijwili imihla yasixe̔nxe.
11
Bandula abemi belozwe, aba‐Kanane, bakubona isijwili eso esibayeni sika‐Atade, bati: Sisijwili esinzima esi kuma‐Jipete; ngako oko kwabizwa igama laso ngokuti, yi‐Abele‐mitsarime, epesheya kwe‐Yoredane.
12
Benje njalo ke onyana bake kuye, njengokuba ebebayalele:
13
ngokuba onyana bake bamtwalela elizweni le‐Kanane, baza bamncw̔aba emqolombeni wentsimi yase‐Makapela, lowo u‐Abrahame wabewutengile kunye nentsimi, ube yimfuyo yendawo yokuncw̔aba, ku‐Hefrone um‐Hete, ngapambi kwe‐Mamre.
14
Wandula u‐Josefe wabuyela e‐Jipete, kwa yena, nabazalwana bake, nabo bonke abebenyukile naye ukuya kumncw̔aba uyise, emveni kwokumncw̔aba kwake uyise.
15
KEKALOKU bakubona abakuluwe baka‐Josefe ukuba ufile uyise wabo, bandula bati: Angaba u‐Josefe uya kusitiya, abuyekeze kuti ngokwenyaniso bonke ububi esasimenzela bona.
16
Baza bayaleza ku‐Josefe, besiti: Uyihlo wayolela engekabubi ngokuti:
17
Niya kutsho ku‐Josefe ukuti: Uze uke uxolele isilandu sabakuluwe bako, nesono sabo; ngokuba bekwenzele inkohlakalo: ngako kaloku, uze uxolele isilandu sezicaka zake utixo woyihlo wako. Walila ke u‐Josefe kwakutetwa kuye.
18
Basuka baya nabakuluwe bake, bawa pantsi ebusweni bake, bati: Nanku sizizicaka zako!
19
Waza wati u‐Josefe kubo: Ningoyiki; ngokuba ndisendaweni katixo yinina?
20
Nina okunene nibe nicinga ngakum inkohlakalo; oko kodwa utixo wakucingela okulungileyo, kuze kuti, njengokuba kunjalo kwa namhla nje, kulondolozwe abantu abaninzi ebomini.
21
Ngako kaloku, ningoyiki; ndonifunzela nina, kwa nentsapo zenu. Waza wabatutuzela, wateta ezintliziyweni zabo.
22
Waye u‐Josefe wema e‐Jipete, yena nendlu kayise: wati u‐Josefe wahlala iminyaka yalikulu lineshumi nye.
23
Wabona u‐Josefe abaka‐Frayime abantwana besesitatu isizukulwana; kanjalo abantwana baka‐Makire, unyana ka‐Manase, babezelwe pezu kwamadolo ka‐Josefe.
24
Wandula wati u‐Josefe kubazalwana bake: Bona ke, ndiza kububa mna; koko utixo eya kunikumbula ngenyaniso, aninyuse kwelilizwe ukuya ezweni wabefunga ngalo ku‐Abrahame, ku‐Yisake, naku‐Yakobi.
25
Waza u‐Josefe wafungisa usapo luka‐Sirayeli, esiti: Utixo wonikumbula ngenyaniso, naniya kunyusa amatambo am kule ndawo.
26
Wada wabuba u‐Josefe, eyiminyaka ilikulu lineshumi nye ubudala bake: baye bemnyanga ke, waza wafakwa etyeyeni e‐Jipete.
← Chapter 49
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50