bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Genesis 49
Genesis 49
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 48
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 50 →
1
WAYE u‐Yakobi ebiza onyana bake, wati: Zibuteni, ndandiya kunixelela oko niya kuhlelwa kuko emihleni yasemva.
2
Zihlanganiseni, nipulapule, bonyana baka‐Yakobi! pulapulani ku‐Sirayeli uyihlo wenu.
3
Rubene! ungowamazibulo wam wena, amandla am, nokuqala kwokwomelela kwam; indluliselo yobungangamsha, nendluliselo yobukulu;
4
upupuma nje njengamanzi, akuyi kudlulisela; ngokuba ubunyukela esililini soyihlo wako; wandula ukusinco̔lisa: wenyuka yena pezu kwomandlalo wam.
5
U‐Simone no‐Levi ngabazalwana; zizixo̔bo zobudlwengu iziṙele zabo.
6
Ungangeni esihlelweni sabo, mpefumlo wam! ungazibandakanyi entlanganisweni yabo, bungcwalisa bam! ngokuba engqunjeni yabo babulala amadoda, nangenkani yabo basika inkabi umbotshwa.
7
Mauqalekiswe ingqumbo yabo, ngokuba ibujoṙa; kwa nomsindo wabo, ngokuba ulukuni: ndiya kubahlulahlula kwa‐Yakobi, ndibati sa kwa‐Sirayeli.
8
Juda! wena abazalwana bako bokudumisa; isandla sako soba sentanyeni sentshaba zako; baya kuziqubuda pambi kwako onyana boyihlo.
9
U‐Juda ulitole lengonyama; unyukile ekuqwengeni, nyana wam! Watoba, wati butu njengengonyama, nanjengengonyamakazi; ngubanina oya kumvusa?
10
Intonga yobukumkani ayiyi kumka ku‐Juda, nomnikamteto pakati kwenyawo zake, ade afike u‐Shilo: kwa yena izizwe ziya kumlulamela.
11
Uyanxibelela emtini weveyine iqwaṙashana lake, nasemtini weveyine odumileyo itole leqwaṙashekazi lake; uyahlanza kuyo iveyine isivato sake, nasegazini ledreyive ingubo yake:
12
amehlo ake abomvu ngayo iveyine, namazinyo ake amhlope ngawo amasi.
13
U‐Zebulone wohlala ngaselunxwemeni lwelwandle; woba ngaselunxwemeni lwasezinqanaweni: icala lake lofikelela e‐Tsidone.
14
U‐Yisakare liqwaṙashe elomeleleyo, lite butu pakati kwezibaya.
15
Waebona indawo yokupumla ukuba ilungile, nelizwe ukuba limnandi; wandula watoba igxalaba lake ekutwaleni, wanikela ngenkonzo.
16
U‐Dane uya kugweba abantu bake, njengesinye sezizwe zakwa‐Sirayeli.
17
U‐Dane woba yinyoka endleleni, iṙamba emendweni, elilumayo izitende zehashe, aze awe ngomva okwele kulo.
18
Usindiso lwako ndilutembele, Yehova!
19
U‐Gadi iqela liya kumwela; kanti uya kuwela abasemva yena.
20
Kwa‐Ashere isonka sake siya kutyeba; waeya kunika izimnandi zokumkani.
21
U‐Nefatali libadikazi elindululweyo; uyanika amazwi amahle.
22
U‐Josefe lisebe eliqa̔mileyo, lisebe eliqa̔mileyo ngasemtonjeni, eli magatya anabelayo pezu kwodonga.
23
Abatoli bamcapukisile, batola, bamzonda;
24
koko isipeta sake sahlala sisebunqobeni, nengalo zezandla zake zazomelele. Kuzo izandla zosomandla ka‐Yakobi, kwa kona apo, kuye umalusi, ilitye lika‐Sirayeli,
25
kutixo woyihlo wako, oya kukunceda, nakonamandla onke, oya kukutamsanqela, makuvele amatamsanqa asezulwini evela pezulu, namatamsanqa asenzulwini ilele ngapantsi, amatamsanqa amabele, nawesizalo.
26
Amatamsanqa oyihlo wako anamandla pezu kwamatamsanqa omakulu bam, kude kube semdeni wenduli ezingunapakade: oba sentloko ka‐Josefe, naselukakayini lwalowo ube wahlukene nabazalwana bake.
27
U‐Benjamine uya kuqwenga njeng encu̔ka: kusasa wodla okubanjiweyo, nangokuhlwa uya kwaba okutinjiweyo.
28
Bonke aba bazizizwe zo‐Sirayeli zilishumi linazibini: kuko oku wabekuteta kubo uyise wabo, akubatamsanqela; abanye ngabanye wabatamsanqela njengawabo amatamsanqa.
29
Waza wabayolela, wati kubo: Ndiza kubutelwa ebantwini bam; ndincw̔abeni nobawo bam emqolombeni osentsimini ka‐Hefrone um‐Hete;
30
emqolombeni osentsimini yase‐Makapela, epambi kwe‐Mamre, elizweni le‐Kanane, lowo wawutengayo u‐Abrahame kunye nentsimi ka‐Hefrone um‐Hete, ube yimfuyo yendawo yokuncw̔aba.
31
Kwa lapo bamncw̔aba u‐Abrahame, no‐Sara umfazi wake: apo bamncw̔aba u‐Yisake, no‐Rebeka umfazi wake; nalapo ndamncw̔aba u‐Leya.
32
Bekutengwa intsimi leyo, nomqolomba okuyo, elusatsheni luka‐Hete.
33
Wandula u‐Yakobi, akuba egqibile ukuyolela onyana bake, wafinyeza inyawo zake emandlalweni, wapuma umpefumlo, wabutelwa ebantwini bake.
← Chapter 48
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 50 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50