bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Genesis 30
Genesis 30
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 29
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 31 →
1
Kekaloku akubona u‐Rakele ukuba akazali abantwana ku‐Yakobi, wandula u‐Rakele waba nomona ngakuye udade wake; wayesiti ku‐Yakobi: Ndinike abantwana; okanye ndiya kufa.
2
Waza wavuta umsindo ka‐Yakobi ngakuye u‐Rakele, wati: Sendisesikundleni sikatixo na, osibambileyo kuwe isixakato sesizalo?
3
Wayesiti: Nali ikobokakazi lam u‐Bileha, ngena kuye; waeya kuzala pezu kwamadolo am, ndize ndizuze abantwana nam ngaye.
4
Waza wamnika u‐Bileha ikobokakazi lake abe ngumfazi; waye u‐Yakobi wangena kuye.
5
Wada wamita u‐Bileha, wazalela u‐Yakobi unyana.
6
Waza wati u‐Rakele: Utixo undigwebele, ulivile ilizwi lam kanjalo, wandinika unyana; ngako oko wambiza ngegama elingu‐Dane.
7
Wabuya wamita u‐Bileha, ikobokakazi lika‐Rakele, wamzalela u‐Yakobi unyana wesibini.
8
Waza wati u‐Rakele: Ngokuzamana okukulu ndizamene nodade wam, ndeyisile kanjalo; ngako wambiza ngegama elingu‐Nefatali.
9
Kekaloku akubona u‐Leya ukuba ute nqumama ekuzaleni, wandula watabata ikobokakazi lake u‐Zilipa, wamnika ku‐Yakobi abe ngumfazi.
10
Wada u‐Zilipa, ikobokakazi lika‐Leya, wazalela u‐Yakobi unyana.
11
Waza wati u‐Leya: Liyeza iqela! ngako wambiza ngegama elingu‐Gadi.
12
Waye u‐Zilipa, ikobokakazi lika‐Leya, wamzalela u‐Yakobi unyana wesibini.
13
Waza wati u‐Leya: Ndinetamsanqa! ngokuba intombi ziya kundibiza ngonetamsanqa; ngako wambiza ngegama elingu‐Ashere.
14
Wabe u‐Rubene esiya emihleni yokuvunwa kwenqolowa, wafumana idudai endle, weza nazo ku‐Leya unina. Waza wati u‐Rakele ku‐Leya: Zundipe kuzo idudai zonyana wako.
15
Wayesiti kuye: Kuyinto encinane na ukuyisusa kwako indoda yam, okokuba uya kususa idudai zonyana wam nazo? Wati u‐Rakele: Kukona iya kulala nawe ngobubusuku ngenxa yedudai zonyana wako.
16
Wati akuza u‐Yakobi evela endle ngokuhlwa, wapuma u‐Leya ukuya kumkaulela, wati: Uya kungena kum; ngokuba ndise ndikuqeshile ngedudai zonyana wam. Waza walala naye ngobusuku obo.
17
Waye utixo wapulapula ku‐Leya, owamita, wazalela u‐Yakobi unyana wesihlanu.
18
Waza u‐Leya wati: Utixo undinikile umvuzo wam, ngenxa yokuba ndabendinika ikobokakazi lam endodeni yam; ngako wambiza ngegama elingu‐Yisakare.
19
Wabuya wamita u‐Leya, wazalela u‐Yakobi unyana wesitandatu.
20
Waza u‐Leya wati: Utixo undibasele ngebaso elilungileyo; kaloku indoda yam iya kuhlala nam, ngokuba ndimzalele onyana batandatu; ngako wambiza ngegama elingu‐Zebulone.
21
Wati kamva, wazala intombi, wayibiza ngegama elingu‐Dina.
22
Waye utixo wamkumbula no‐Rakele; ude utixo wapulapula kuye, wavula isizalo sake.
23
Waza wamita, wazala unyana; wati: Utixo ukwelelisile udelwa lwam.
24
Wambiza ngegama elingu‐Josefe, esiti: Uyehova uya kwongeza kum omnye unyana.
25
Kwaye kute, xeshekweni u‐Rakele abemzele u‐Josefe, wati u‐Yakobi ku‐Labane: Ndindulule, ndize ndiye endaweni yakowetu, nasezweni lam.
26
Nika abafazi bam, nabantwana bam, endikukonzile ngenxa yabo, ukuze ndimke; ngokuba uyazi wena inkonzo yam endikukonzile ngayo.
27
Wati u‐Labane kuye: Ukuba kaloku ndifumene ufefe emehlweni ako, hlala; sendigqalile nje ukuba uyehova unditamsanqele ngetuba lako.
28
Wayesiti: Ndibalulele umvuzo wako, ndandiya kunika ngako.
29
Waza wati kuye: Uyazi wena ukuba ndite nina ukukukonza, nokuba zite nina ukubako nam inkomo zako.
30
Ngokuba okuncinane waunako ndingek ezi, sekwandile kwaba kokuninzi; kanjalo uyehova ukutamsanqele ekuhambeni kwam; kodwa kaloku, kuninina endiya kusebenzela nendlu yam?
31
Wayesiti: Ndokunika nto nina? Wati u‐Yakobi: Akuyi kundinika nanye into; ukuba uya kundenzela lento, ndobuya ndiwaluse umhlambi wako ndi wu gcine:
32
ndiya kucanda kuwo wonke umhlambi wako namhla nje, ndahlukanise kwa kona onke amatakane enamabala nenamasanaṙa, nawo onke amatakane amfusa pakati kwegusha, nawo anamasanaṙa nanamabala pakati kwebokwe; oba ngumvuzo wam anjalo.
33
Boda bundinqi̔nele ubulungisa bam ngexesha elisakubako, nxa uzayo pezu kwomvuzo wam, kwa sebusweni bako: zonke ezingenamabala nezingenamasanaṙa pakati kwebokwe, nezingemfusa pakati kwegusha, ezo zikum makutwe zibi̔we.
34
Wati u‐Labane: Bona ke, kwanga kungaba njengelizwi lako!
35
Waza wahlukanisa kwa ngalomini zonke inkunzi zebokwe ezinala nezinamasanaṙa, nazo zonke imazi zebokwe ezinamabala nezinamasanaṙa, nazo zonke bebukuzo ubumhlope, nazo zonke ezimfusa pakati kwegusha, wazinikela esandleni sonyana bake.
36
Wayemisa ihambo yemihla yamitatu pakati kwake no‐Yakobi: wati u‐Yakobi wayalusa imihlambi ka‐Labane eseleyo.
37
Wandula u‐Yakobi wazitabatela intswazi zomti welibene oluhlaza, nezoweluze, nezoweharemone, waxwebula kuzo imigca emhlope, ehlubulula ubumhlope obusezintswazini ezo.
38
Waya wabeka intswazi abezixwebule emijelweni na semikombeni yokuselwa kwamanzi, apo imihlambi yeza kona ukusela, ngapambi kwemihlambi, ukuze ikaule ekuzeni kwayo ukusela.
39
Yaza yakaula imihlambi ebusweni bentswazi, yandula imihlambi yazala amatakane azinala, nanamabala, nanamasanaṙa.
40
Namatakane lawo wawahlula u‐Yakobi, wabekisa ubuso bemihlambi ngakuwo azinala, nawo onke amfusa emhlambini ka‐Labane; waza wayibeka eyake imihlambi yodwa, engayibekanga kuwo umhlambi ka‐Labane.
41
Kwaza kwati, nxa zisukuba zikaula ezomeleleyo emihlambini, wabeka u‐Yakobi intswazi pambi kwamehlo emihlambi emijelweni, ukuze zikaule pakati kwentswazi.
42
Kodwa nxa zibutataka ezemihlambi, akazibeka; zaza ezibutataka zaba zezika‐Labane, nezomeleleyo zaba zezika‐Yakobi.
43
Yada indoda leyo yakolisa ukwanda kakulu, yaba nemihlambi yamininzi, nezicaka, nezicakakazi, nenkamela, namaqwaṙashe.
← Chapter 29
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 31 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50